Lrc Player

Khusela

Kabza De Small
[08:21.32]·
This lyric sheet isn't paired with a song yet, so lines are shown but won't sync or seek.

[01:40.43] Bawo khusela, abantwana bakho

[01:57.51] Bawo khusela, abantwana bakho

[02:14.59] Bawo khusela, abantwana bakho (Bawo khusel' ingane zakho)

[02:30.64] Ndizibika kuwe Mdali (Bawo khusela, abantwana bakho)

[02:37.67] Sikelela imini zam

[02:46.95] Qaba uimbi andinyayo (Bawo khusela, abantwana bakho)

[02:51.47] Endinga ngena kuyo

[02:55.99] Iba ne nceba kuthi

[03:03.26] Themba limbi andinalo (Bawo khusela, abantwana bakho)

[03:08.78] Endinga bamba lona

[03:12.79] Qaba yimbi andinayo

[03:17.80] Wuwe ithemba lam

[03:21.81] Hlamba nantsi inhliziyo

[03:26.84] Ngizibika kuwe

[03:29.84] Ngizibika kuwe

[03:34.09] Kuwe mdali

[03:38.12] Sikelela imini zam

[03:42.37] Sikelela imini zam

[03:46.88] Qaba yimbi andinayo

[03:55.67] Yiba ne nceba

[03:59.92] Yiba ne nceba kuti

[04:04.20] Sikelela imini zam'

[04:08.22] Themba limbi andinalo

[04:12.48] Endinga bamba lona

[04:18.50] Hlamba nantsi intliziyo yam

[04:21.76] Uyenze ngcwele yona

[04:25.52] Qaba yimbi andinayo

[04:29.30] Endinga ngena kuyo

[04:34.81] Ndizibika kuwe mdali

[04:41.59] Sikelela imini zam'

[04:46.36] Yiba ne nceba

[04:51.64] Abantwana

[04:56.41] Abantwana bakho

[05:02.42] Themba limbi andinalo (Bawo khusеla, abantwana bakho)

[05:07.68] Endinga zifihla kulo

[05:14.97] Hlamba nantsi inhliziyo

[05:20.24] Hlamba nantsi inhliziyo (Bawo khusela, abantwana bakho)

[05:25.76] Uyilungise

[05:30.82] Ixokise

[05:34.09] Uyеnze msulwa

[05:37.86] Uyenze msulwa yona

[05:42.62] Abantwana

[05:46.88] Abantwana bakho

[05:50.14] Bkhalela mna

[05:54.18] Iba ne nceba

[05:58.43] Iba nenceba

[06:03.95] Singabantwana bakho

[06:10.24] Iba ne nceba